19/03/2023
Imibuzo esixhapakeleyo.
QUESTION
Yintoni Lulibo Internet Solutions ?
ANSWER
Yi Company eyenza ezi services zikwi picture kodwa zingapelelanga kuzo.
QUESTION
Ingaba le Training bayenzayo isemthethweni?
ANSWER
Ewe i registered kwa MICTSETA i number ikona kwi flyer nawe zijongele or ucele umntu akujongele ngale accreditation number .
QUESTION
Kufuneka ubenantoni ukuze ukuze ubhalise ?
ANSWER
-Grade 10 ukunyuka
-I D or ID Copy
-Ubhalisa nge R400
-Ukhuphe ne R400 ye deposit, ezinye izavenge uzibhatala kwezayanga zintlanu ziseleyo.
QUESTION
Athini amaxesha ongena and ithatha ixesha elingakanani?
ANSWER
Uyakhetha ungena kulamaxesha alandelayo Monday to Friday: 8-10, 10-12,12-2, 2-4, kunye no 4-6 or Saturdays only ngo 9-2.
Le Training yeye 6 Months.
Xa ugqibile ufumana iCertificate sakho seComputer Literacy, nisichaza ukufaneleka kwakho nakuwo namphi na umsebenzi ofuna ubuchule bokwazi ukusebenzisa iComputer.